Numbers 22:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Mowabi woyika kakulu abantu abo, ngokuba bebaninzi bona; waye u‐Mowabi enesitukutezi ngenxa yalo usapo luka‐Sarayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UMowabhi wanxunguphala kakhulu ngabantu, ngokuba bebaninzi;wakruquka uMowabhi ngoonyana bakaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uMowabhi wanxunguphala kakhulu ngabantu, ngokuba bebaninzi; wakhwankqiswa uMowabhi ngoonyana bakaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
akubuqonda nobungakanani bawo, suka yena nabantu bakhe bankwantya.