Numbers 22:33 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa iqwaṙashekazi lindibonile, lapambuka ebusweni bam lamaxesha omatatu; ukuba belingapambukanga kum, okunene kaloku ngendibe ndibulele wena, ndalondoloza lona lihleli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Landibona iesile, lacezela phaya kum la maxesha omathathu;koko lacezela phaya ngenxa yam, okanye ngendikubulele ngoku wena, ndalisindisa lona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Idonki yandibona, yajika kathathu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke yona idonki yakho indibonile, yaza yaphambuka kwada kwakathathu. Ukuba ibingaphambukanga ngendikubulele ndasindisa kwayona.”