Numbers 22:37 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Balaki wati ku‐Bilame: Bendingatumi kuwe ngokunxama na, ukuba ndikubize? kunganina ukuba ubungezi kum? andingekubeke ngenyaniso na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uBhalaki kuBhileham, Andikuthumelanga na ndiqinisile ukuba ndikubize? Yini na ukuba ungezi kum? Ndihleli nje, andinako na ukukuzukisa?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uBhalaki kuBhileham, Andikuthumelanga na ndikuthumela ukuba ndikubize? bekutheni ukuze ungezi kum?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UBhalaki wambuza wathi: “Kwakutheni ukuze ungezi ngokuya ndandikuthumele kuqala? Ngaba wawukrokrela ukuba sobe ndibe nako ukukuhlawula?”