Numbers 22:41 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute kwakusa, u‐Balaki wamtabata u‐Bilame, wamnyusela ezindaweni ezipakamileyo zika‐Bali, ukuba ekona agqibele ukukangela abantu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi ngomso, uBhalaki wamthabatha uBhileham, wamnyusa wamsa ezigangeni zikaBhahali. Wabona khona wada wesa ekupheleni kwabantu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngengomso uBhalaki wamthabatha uBhileham, wamsa entabeni kaBhahali, ukuze alibone ikamva labantu khona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngengomso ke uBhalaki wamthatha uBhalam, wamsa eBhamoti-bhali, apho wayeza kuba nako ukubona inxalenye yamaSirayeli.