Numbers 22:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku weza utixo ku‐Bilame, wati: Ngawapina lamadoda akuwe?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wafika uThixo kuBhileham, wathi, Angoobani na la madoda anawe apha?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wafika uThixo kuBhileham, wathi, Ngoobani na la madoda unawe?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UThixo wafika, wabuza uBhalam, wathi: “Ngoobani la madoda unawo apha?”