Numbers 23:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati u‐Bilame ku‐Balaki: Ndakele apa izibingelo zibe sixe̔nxe, undilungisele nalapa isixe̔nxe senkunzana zenkomo, nesixe̔nxe senkunzi zegusha.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uBhileham kuBhalaki, Ndakhele apha izibingelelo zibe sixhenxe, undimisele apha iinkunzi ezintsha zeenkomo zibe sixhenxe, neenkunzi zezimvu zibe sixhenxe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uBhileham kuBhalaki, Nditsalele apha izibingelelo zibe sixhenxe, undimisele khona iinkunzi ezintsha zeenkomo zibe sixhenxe, neenkunzi zeegusha zibe sixhenxe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UBhalam waxelela uBhalaki ukuba akhe amaqonga amadini apho abe sixhenxe, aze amzisele isixhenxe seenkunzi zeenkomo ngokunjalo nesixhenxe seenkunzi zeegusha.