Numbers 23:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wati u‐Balaki kuye: Kauze ke nam ukuya kwenye indawo, apo uya kubabonela kona: uya kubona incam yabo kupela, akuyi kubabona bonke; uze undiqalekisele bona kwa lapo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uBhalaki kuye, Khawuze siye ndaweni yimbi, apho uya kubabona; wobona isiphelo sabo sodwa, ungababoni bonke bephela;undiqalekiseleke bona apho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uBhalaki kuye, Hamba siye ndaweni yimbi, apho uya kubabona; uya kubona kuphela ukugqithisela kwabo, ingabi bonke bephela; uze undicelele wona xa ulapho kum.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku uBhalaki wathi kuBhalam: “Hamba siye kwenye indawo apho unokubona inxalenye yamaSirayeli kuphela, uze ke uthi ulapho uwaqalekise.”