Numbers 23:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati ku‐Balaki: Hlala umi apa wena ngasedinini lokutshiswa lako, ndandiya kuya ukuhlangabeza u‐Yehova paya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi kuBhalaki, Yenjenje ukuma ngasedinini lakho elinyukayo, ndenjenje mna ukuhlangabeza uYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kuBhalaki, Yima apha ngasemlilweni wakho, ndihlangane noYehova khona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UBhalam wathi kuBhalaki: “Yima ngakweli dini litshiswayo, ngeli lixa mna ndiye kuhlangana naye qelele.”