Numbers 23:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Utixo asi nguye umntu ukuba axoke; asi nguye nonyana womntu, ukuba aguquke: uya kutsho na, aze angakwenzi na? uya kuteta na, aze angakuqinisi na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UThixo akamntu ukuba athethe amanga, Akanyana waluntu ukuba azohlwaye. Etshilo nje yena, akayi kwenza na? Ethethile nje, akayi kufeza na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uThixo akamntu ukuba axoke; nonyana womntu, ukuze azohlwaye; utsho kanti akunjalo? ethethile nje akaqondi?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UThixo yena akamntu; akaxoki, akaguqu-guquki okomntu. Akakufezekisi na akuthembisileyo? Akakuphumelelisi na akuthethileyo?