Numbers 23:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akakangeli inkohlakalo kwa‐Yakobi, kanjalo akaboni ububi kwa‐Sirayeli: uyehova utixo wake unaye, indanduluko yokumkani ipakati kwabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akaboni butshinga kuYakobi, Akaboni bubi kuSirayeli.UYehova uThixo wakhe unaye, Ukuduma kokumkani kuphakathi kwakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akubona bubi kuYakobi, akubona nkohliso kuSirayeli; uYehova uThixo wakhe unaye, nesikhalo sokumkani siphakathi kwabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akubonwa sikhwa kuYakobi; hayi, akubonwa shwangusha kwaSirayeli. UNdikhoyo uThixo wabo ungakubo; ewe, kuvakala intswahla kuba uKumkani uphakathi kwawo.