Numbers 23:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko wapendula u‐Bilame wati ku‐Balaki: Bendingakuxeleli na, ndisiti: Konke aya kuteta kona uyehova, ndiya kukwenza?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphendula uBhileham wathi kuBhalaki, Bendingathethanga na kuwe ndathi, Konke akuthethayo uYehova ndiya kwenza kona?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula uBhileham wathi kuBhalaki, Ndathi, Bendingatshongo na kuwe, ndathi, Konke oko akuthethayo uYehova, ndiya kukwenza na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UBhalam waphendula wathi: “Andithi na kanene ndikuxelele ukuba mna ndenza loo nto ndiyixelelwa nguNdikhoyo kuphela?”