Numbers 23:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wati u‐Balaki ku‐Bilame: Kauze ke, ndokusa kwenye indawo; kungati kwoba kufanele emehlweni katixo lowo, ukuba undiqalekisele bona ulapo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uBhalaki kuBhileham, Khawuze ndikuse ndaweni yimbi;mhlawumbi kolunga emehlweni kaThixo, ukuba undiqalekisele ke bona khona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uBhalaki kuBhileham, Hamba ndikuse ndaweni yimbi; mhlawumbi kuya kumkholisa uThixo ukuba ufuna ndikubone apho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UBhalaki waphinda wathetha noBhalam, wathi: “Hamba siye kwenye indawo. Mhlawumbi uThixo angakuvumela uwaqalekise amaSirayeli xa ukuloo ndawo.”