Numbers 24:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Walekela wapimisela umzekeliso wake, wati: Au! ngubanina oya kubudla ubomi, nxa utixo aya kukwenza oku!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wasusela ngomzekeliso wakhe, wathi, Yeha! Azi ngubani na oya kubudla ubomi, akukumisa oko uThixo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathetha ngomzekelo wakhe, esithi, Ngubani na oya kubudla ubomi, ukuba uThixo uthe wenjenjalo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UBhalam waqhuba wathetha kwavokotheka wenjenje: “Yaz'ba ngoobani abanokuphila engafuni uThixo?