Numbers 24:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wapimisela umzekeliso wake, wati: Utsho u‐Bilame, unyana ka‐Behori; itsho indoda egatyuliwe amehlo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wasusela ngomzekeliso wakhe, wathi, Utsho uBhileham unyana kaBhehore, Itsho indoda ecinywe amehlo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waqala ke umzekeliso wakhe, esithi, uBhileham unyana kaBhehore, otyhilwe amehlo, wathi:
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
waza wadanduluka wathetha kwavokotheka wenjenje: “Nal' udaba olundilisekileyo lukaBhalam, unyana kaBhehore, amazwi andilisekileyo omfo obona cacileyo,