Numbers 24:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Watoba, wati butu njengengonyama, nanjengengonyamakazi; ngubanina oya kumvusa? okutamsanqelisayo uya kutanyusanqelwa, nokuqalekisayo uya kuqalekiswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waguqa, wabuthuma njengengonyama, Njengengonyamakazi;ngubani na owomvusa? Mabasikelelwe abakusikelelayo, Baqalekiswe abakuqalekisayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wangqengqa, walala njengengonyama, nanjengengonyama enkulu; ngubani oza kumvusa? Unoyolo okusikelelayo, Uqalekisiwe okuqalekisayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Luhlanga olubuthuma njengengonyama; lunjengemaz' engonyama, lungavuswa ngubani? Uthamsanqelekile osikelela uSirayeli! Hay' ishwangusha kulowo umqalekisayo!”