Numbers 25:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KEKALOKU o‐Sirayeli bebehleli e‐Shitime; bada abantu baqala ukwenza umbulo nentombi zama‐Mowabi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
AmaSirayeli ahlala eShitim. Baqala abantu bahenyuza neentombi zakwaMowabhi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uSirayeli wahlala eShitim, baza abantu bakrexeza neentombi zakwaMowabhi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
AmaSirayeli athi xa ayemise kwintili yeShitim, asuka arheletya neentokazi zamaMowabhi.