Numbers 25:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
lwobako kuye, nakwinzalo yake emva kwake, ucebano lwobuperisite obungunapakade; ngokokuba ebenekwele ngenxa yotixo wake, nokuba wenzela usapo luka‐Sirayeli uxoliso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ube ngumnqophiso wobubingeleli obungunaphakade, kuye nakwimbewu yakhe emva kwakhe, ngenxa enokuba ebenekhwele ngoThixo wakhe, wabacamagushela oonyana bakaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ube kuye nendlu yakhe emva kwakhe, umnqophiso ongabuyiyo wobubingeleli; ngokuba ebenekhwele ngoThixo wakhe, wabacamagushela oonyana bakaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yena ngokunjalo nenzala yakhe boba ngababingeleli abangasoze bathini. Kaloku yena ube nekhwele ngoThixo wakhe, waza ke ngaloo ndlela wamngxengxezela uSirayeli.”