Numbers 25:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Negama lenkazana ebuleweyo, lom‐Midiyanekazi, lingu‐Kozibi, intombi ka‐Tsure, obeyintloko yabantu bendlu yoyise e‐Midiyane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Igama lenkazana leyo yahlatywayo ingumMidiyanekazi, belinguKozibhi, intombi kaTsure, obeyintloko yezizwe zendlu yooyise kwaMidiyan.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Igama lenkazana leyo yahlatywayo ingumMidiyanekazi, belinguKoshebhi, intombi kaTsure; wayeyintloko yohlanga nendlu yasebukhosini yakwaMidiyan.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lona igama lomfazi lowo yayinguKozibhi. Uyise uZure wayeyinkosi yezindlu ezithile zamaMidiyani.