Numbers 25:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo o‐Sirayeli bazibandakanya no‐Bali‐pehori: yaza yavuta ingqumbo kayehova ngako‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
AmaSirayeli azibandakanya ke noBhahali-pehore. Wavutha umsindo kaYehova kumaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
AmaSirayeli azibandakanya noBhahali-pehore, waza uYehova wawavutha ngumsindo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uBhali wasePehore. Ngoko ke *uNdikhoyo wavutha ngumsindo,