Numbers 25:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wati u‐Finehasi, unyana ka‐Elezari, unyana ka‐Arone umperisite, akubona oko, wesuka pakati kwentlanganiso, watabata umkonto esandleni sake,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabona uPinehasi, unyana kaElazare, unyana ka-Aron umbingeleli, wesuka phakathi kwebandla, wathabatha umkhonto ngesandla sakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wakubona oko uPinehasi, unyana kaElazare, unyana ka-Aron umbingeleli, wema phakathi kwebandla, ephethe intshuntshe ngesandla sakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe akuyibona le nto uPineyasi, unyana kaElazare, umzukulwana wombingeleli uAron, wee sululu, wemka apho kuloo ndibano, wathatha umkhonto,