Numbers 26:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KWAYE kute emveni kwesibulalo eso, watsho uyehova ku‐Mosesi, naku‐Elezari, unyana ka‐Arone umperisite, esiti:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi emva kwesibetho eso, wathetha uYehova kuMoses nakuElazare, unyana ka-Aron umbingeleli, wathi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva kokufa kwesibetho, wathetha uYehova kuMoses nakuElazare, unyana ka-Aron, umbingeleli, esithi,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva kwaloo bhubhani ke *uNdikhoyo wathetha noMosis noElazare unyana wombingeleli uAron, wathi: