Numbers 26:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zezi izizalwane zama‐Simone: engamawaka angamashumi mabini enamabini, anamakulu mabini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yiyo leyo imizalwane yamaSimon: amashumi amabini anamabini amawaka, anamakhulu mabini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yiyo leyo imizalwane yamaSimon: amashumi amabini anamabini amawaka, anamakhulu mabini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Inani lamadoda ale mizi ke yayingamashumi amabini anambini amawaka anamakhulu amabini.