Numbers 26:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Onyana baka‐Yisakare, ngezizalwane zabo: k u‐Tola kwavela isizalwane sama‐Tola: ku‐Puwa, isizalwane sama‐Puwa:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaIsakare ngokwemizalwane yabo; nguTola ozala amaTola; nguPuwa ozala amaPuwa;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Koonyana bakaIsakare ngokwemizalwane yabo: nguTola owazala isizwe sakwaTola; kumaPuwa kwisizwe sakwaPune;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Indlu kaIsakare; imizi yayo: amaTola, amaPawu,