Numbers 26:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Onyana baka‐Josefe, ngezizalwane zabo, bebengu‐Manase no‐Frayime.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaYosefu ngokwemizalwane yabo nguManase noEfrayim.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaYosefu ngokwemizalwane yabo nguManase noEfrayim.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Indlu kaJosefu: Ke yena uJosefu wayenoonyana ababini, uManase noEfrayim.