Numbers 26:33 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa u‐Tselofehadi, unyana ka‐Hefere, ebengenabo onyana, wanentombi kupela; namagama entombi zika‐Tselofehadi, ngu‐Mahala, no‐Noha, n o‐Hogela, n o‐Mileka, no‐Tiretsa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke uTselofehadi, unyana kaHefere, ebengenanyana; waye eneentombi zodwa. Amagama eentombi zikaTselofehadi nguMala, noNoha, noHogela, noMilka, noTirtsa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uTselofadi, unyana kaHefere, ebengenanyana, eneentombi zodwa; yaye amagama eentombi zikaTselofehadi yayinguMagala noNowa noHogela noMileka noTiresa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UZelofehadi unyana kaHefere wayengenanyana, iziintombi zodwa. Nanga amagama azo: uMala, uNoha, uHogela, uMilika, noTiza.