Numbers 26:34 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zezi izizalwane zika‐Manase: nababalweyo babo bebengamawaka angamashumi mahlanu enamabini, anamakulu asixe̔nxe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yiyo leyo imizalwane yakwaManase, ngokwababalwayo kubo:amashumi amahlanu anamabini amawaka, anamakhulu asixhenxe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zizo ezo izizwe zakwaManase, yaye ababhaliswayo baba ngamashumi amahlanu anesibini amawaka anamakhulu asixhenxe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Inani lamadoda ale ndlu yayingamashumi amahlanu anambini amawaka, namakhulu asixhenxe.