Numbers 26:35 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngaba onyana baka‐Frayime, ngezizalwane zabo: ku‐Shutela kwavela isizalwane sama‐Shutela; ku‐Bekere, isizalwane sama‐Bekere; ku‐Tahane, isizalwane sama‐Tahane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngabo aba oonyana bakaEfrayim ngokwemizalwane yabo:nguShutela ozala amaShutela; nguBhekere ozala amaBhekere;nguTahan ozala amaTahan.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngabo aba oonyana bakaEfrayim ngokweentsapho zabo: NguNashela yintsapho yamaShutela; eBheger, endlwini kaBhabhaki; eTahane, endlwini kaBhatahan.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Indlu kaEfrayim; imizi yayo: amaShutela, amaBhekeri, namaTahan.