Numbers 26:36 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngaba nonyana baka‐Shutela: ku‐Herani kwavela isizalwane sama‐Herani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngabo aba oonyana bakaShutela: nguEran ozala amaEran.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngabo aba oonyana bakaSutela: kwaEran yintsapho kaBhaheran.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
AmaEran ayinzala kaShutela.