Numbers 26:42 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngaba onyana baka‐Dane, ngezizalwane zabo: ku‐Shuhame kwavela isizalwane sama‐Shuhame. Zezi izizalwane zika‐Dane, ngezizalwane zabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngabo aba oonyana bakaDan ngokwemizalwane yabo; nguShuham ozala amaShuham. Yiyo leyo imizalwane yakwaDan ngokwemizalwane yabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngabo aba oonyana bakaDan ngokwemizalwane yabo: kuShuham ozala amaShuham. Yiyo leyo imizalwane yakwaDan ngokwemizalwane yabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Indlu kaDan: inzala yayo iphuma kumaShuham.