Numbers 26:45 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
konyana baka‐Beriha; ku‐Kebere kwavela isizalwane sama‐Kebere; ku‐Makiyeli, isizalwane sama‐Makiyeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Koonyana bakaBheriya: nguHebhere ozala amaHebhere;nguMalekiyeli ozaa amaMalekiyeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Koonyana bakaBheriya: kwaHebhere yintsapho yamaHebhere; kwaMalekiyeli, indlu kaMalekiyeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
AmaHebhere namaMalekiyeli yinzala kaBheriya.