Numbers 26:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
U‐Rubene, owamazibulo ka‐Sirayeli: onyana baka‐Rubene: k u‐Hanoki kwavela isizalwane sama‐Hanoki; ku‐Palu, isizalwane sama‐Palu;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaSirayeli abaphumayo ezweni lamaYiputa babengaba: kwaRubhen amazibulo kaSirayeli: oonyana bakaRubhen:nguHanoki ozala amaHanoki; nguPalu ozala amaPalu;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uRubhen, amazibulo kaSirayeli, ngoonyana bakaRubhen; uEnoki, owazalelwa kuye indlu kaEnoki; kwaPalu, endlwini kaBhapalu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Indlu kaRubhen (uRhubhen ke wayeyinkulu kaSirayeli); imizi yayo: amaHanoki, amaPalu,