Numbers 26:50 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zezi izizalwane zika‐Nefatali, ngezizalwane zabo: nababalweyo babo bebengamawaka angamashumi mane enamahlanu, anamakulu mane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yiyo leyo imizalwane yakwaNafetali ngokwemizalwane yabo;ababaliweyo kubo ngamashumi omane anamahlanu amawaka, anamakhulu mane.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zizo ezo iintsapho zakwaNafetali ngokweentsapho zabo, yaye ababhaliswayo baba ngamashumi amane anesihlanu amawaka anamakhulu mane.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Inani lamadoda ale ndlu yaba ngamashumi amane anesihlanu amawaka, namakhulu amane.