Numbers 26:58 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zizo ezi izizalwane zaba‐Levi: isizalwane sama‐Libeni, isizalwane sama‐Hebrone, isizalwane sama‐Mahali, isizalwane sama‐Mushi, isizalwane sama‐Kora. Wati u‐Kohati wazala u‐Hamerame.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yiyo le imizalwane yabaLevi: ngumzalwane wamaLibheni, ngumzalwane wamaHebron, ngumzalwane wamaMaheli, ngumzalwane wamaMushi, ngumzalwane wamaKora. UKehati wazala uAmram.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yiyo le imizalwane yakwaLevi: yintsapho yamaLibheni, yintsapho yamaHebhere, yintsapho yamaMagali, yintsapho yamaMushi, yintsapho yamaKore. Ke uKehati wazala uAmram.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwinzala yayo kukho nale mizi: amaLibheni, amaHebron, amaMali, amaMushi, namaKora. UKohati nguyise ka-Amram