Numbers 26:65 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba uyehova ebete ngabo: Baya kufa ngenyaniso entlango. Kwada akwabiko oseleyo kubo namnye, kupela ngu‐Kalebi, unyana ka‐Jefune, no‐Yoshuwa, unyana ka‐Nune.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba uYehova ebethe kubo, Mabafele bona entlango kanye.Akwasala namnye ke kubo, ingenguKalebhi unyana kaYefune, noYoshuwa unyana kaNun.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uYehova wathi ngabo: “Baya kufela entlango akwasala namnye kubo, yaba nguKalebhi unyana kaYefune, noYoshuwa, unyana kaNun.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku *uNdikhoyo wayethe onke aya kufela entlango, kusinde uKalebhi unyana kaJefune, noYoshuwa unyana kaNune. Nangoku ke kwaba njalo.