Numbers 27:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba akanabo abaninawe, niya kunika ilifa lake kubaninawe boyise.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ithe ayaba nabazalwana, nolinika abazalwana bakayise ilifa layo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ithe ayaba nabazalwana, ilifa layo nilinike abazalwana bakayise.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa kuthe kanti ayinabantakwayo, ilifa malibe lelooyisekazi.