Numbers 27:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kunganina ukuba kususwe igama lobawo pakati kwesizalwane sake, ngokuba kungeko kuye unyana? Sinike imfuyo pakati kwabazalwana bobawo wetu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yini na ke ukuba igama likabawo licinywe phakathi kwemizalwane yakhe, kuba engenanyana? Sinike ilifa phakathi kwabazalwana bakabawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yini na ke ukuba igama likabawo licinywe phakathi kwemizalwane yakhe, kuba engenanyana? Ke kaloku siphe ubutyebi phakathi kwabazalwana bakabawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngani ukuba igama likabawo liduke kwaSirayeli ngokuba wayengenanyana? Sincede usinike isabelo nathi phakathi kwamawethu.”