Numbers 3:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Mna, bona ke, ndibatabatile aba‐Levi kwa pakati kwosapo luka‐Sirayeli, esikundleni sawo onke amazibulo ekuzityulwa ngawo pakati kwosapo luka‐Sirayeli; ngako aba‐Levi boba ngabam:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uyabona, mna ndibathabathile abaLevi phakathi koonyana bakaSirayeli, esikhundleni samazibulo onke avula isizalo phakathi koonyana bakaSirayeli, baba ngabam abaLevi;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabona, ndathabatha abaLevi phakathi koonyana bakaSirayeli esikhundleni samazibulo onke avula isizalo phakathi koonyana bakaSirayeli; ke ngoko, abaLevi baya kuba ngabam;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ngoku abakwaLevi ndibathathile; ngabam. Ekuwabulaleni kwam amazibulo amaJiputa ndazibekela bucala izibulo ngalinye lamaSirayeli ndawonye nawemfuyo yawo. Ngoku ke, endaweni yamazibulo amaSirayeli, ndibanga abakwaLevi; ngabam nqo. NdinguNdikhoyo kaloku.”