Numbers 3:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bala onyana baka‐Levi ngendlu zoyise zabo, ngezizalwane zabo; onke amadoda abudala buyinyanga nye nobupezulu uya kubala wona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Babale oonyana bakaLevi ngokwezindlu zooyise, ngokwemizalwane yabo; yonke into eyindoda, ethabathela kunyana onyanganye inyuse, woyibala.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Babale oonyana bakaLevi ngokwemizalwane yabo, ngokweenzala zabo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Babale abaLevi ngokwezindlu nemizi yabo; ubhalise bonke abangamadoda, ukuqalela kubudala obuyinyanga enye nangaphezulu.”