Numbers 3:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ababalweyo bawo, ngombalo wawo onke amadoda abudala buyinyanga nye nobupezulu, ababalweyo bawo bebengamawaka asixe̔nxe anamakulu mahlanu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ababalwayo kubo ngenani lawo, yonke into eyindoda ethabathela kunyana onyanga-nye inyuse, ababalwayo kubo:ngamawaka asixhenxe, anamakhulu mahlanu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ababhaliswayo ngenani lawo, yonke into eyindoda, ethabathela kunyana onyanga-nye inyuse: ngamawaka asixhenxe, anamakhulu mahlanu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bebonke ke abangamadoda ababudala buyinyanga nangaphezulu abâbhaliswáyo babengamawaka asixhenxe anamakhulu amahlanu.