Numbers 3:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wauya kunika aba‐Levi ku‐Arone nakonyana bake; bayanikwa, bayanikwa bona kuye bevela elusatsheni luka‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Womnika abaLevi uAron noonyana bakhe, abanikwe banikwa ngoonyana bakaSirayeli;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
AbaLevi wabanikela uAron noonyana bakhe; zanikwa yena phakathi koonyana bakaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuphela umsebenzi wabaLevi kukuba ngabaququzeleli baka-Aron noonyana bakhe.