Numbers 31:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti kubo u‐Mosesi: Nibalondolozile behleli bonke abafazi yinina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uMoses kubo, Niwasindisile na onke amankazana?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uMoses kubo, Nibakhuphe na abafazi bonke behleli?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wabuza wathi: “Ngani ukuba ningababulali aba bafazi?