Numbers 31:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa bonke abantwana ababunkazana, abangazanga ukulala noyindoda, zilondolozeleni bona behleli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke zonke iintsapho emankazaneni ezingalalanga nandoda, zisindiseni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke zonke iintsana zabafazi abazanga zibe nandoda ngokulala nayo; zigcineni nina.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke wona amantombazana kunye neentombi zigcineleni.