Numbers 31:23 — Compare Translations

3 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
zonke izinto ezingenekayo emlilweni, niya kuzidlulisa emlilweni, zize zibe zicokisekile; zaziya kuhlanjululwa ngamanzi okuhlanzekisa noko: kodwa konke okungangenekiyo emlilweni nokudlulisa emanzini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
yonke into enokumelana nomlilo, noyicandisa emlilweni, ihlambuluke, kodwa ke ihlanjululwe ngamanzi okuhlamba ukungcola. Ke yonke into engenako ukumelana nomlilo, noyicandisa emanzini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yonke into enokumelana nomlilo, woyigalela emlilweni, ihlambuluke; nangona kunjalo, kufuneka icocwe ngamanzi adibeneyo; yaye bonke abo bangenako ukumelana nomlilo, babasasaze emanzini.