Numbers 31:35 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nemipefumlo yabantu, kubo abafazi abebengazanga ukulala noyindoda, yonke imipefumlo ibingamawaka angamashumi matatu enamabini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
neziqu zabantu emankazaneni angalalanga nandoda, zonke iziqu ngamashumi omathathu anesibini samawaka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kubo bonke abafazi abangayazanga indoda ngokulala nayo, ngamashumi omathathu anesibini amawaka amadoda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
namashumi amathathu anambini amawaka amantombazana kunye neentombi.