Numbers 31:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo kwaketwa emawakeni akwa‐Sirayeli iwaka ngesizwe ngesizwe, amawaka alishumi linamabini exo̔bele ukulwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwakhutshwa ke emawakeni akwaSirayeli iwaka esizweni, iwaka esizweni, alishumi elinamabini amawaka, exhobele ukuphuma umkhosi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kumawaka akwaSirayeli, iwaka, esizweni, iwaka esizweni, ishumi elinamabini lamawaka axhobele imfazwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Indlu nganye ke yakhetha yakhupha iwaka lamadoda, aza ke ewonke alishumi elinambini lamawaka alibophe aligangatha.