Numbers 31:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lwaza usapo luka‐Sirayeli lwatimba abafazi bama‐Midiyane, nabantwana bawo; nazo zonke izilo zawo, nazo zonke inkomo zawo, nayo yonke indyebo yawo, lwazipanga.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaSirayeli babathimba abafazi bakwaMidiyan, neentsapho zabo; namaqegu abo onke, nemfuyo yabo yonke, nobutyebi babo bonke babuphanga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaSirayeli babathimba abafazi bakwaMidiyan, nabantwana babo, nemfuyo yabo yonke, nempahla yabo yonke, nempahla yabo yonke;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
AmaSirayeli athimba abafazi bamaMidiyani nabantwana bawo, ayithatha yonke imfuyo yawo, azenzela nakubutyebi bawo.