Numbers 32:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kupela ngu‐Kalebi unyana ka‐Jefune um‐Kenazi, no‐Yoshuwa unyana ka‐Nune; ngokuba bekolisile bona ukulandela uyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ingenguKalebhi unyana kaYefune, umKenazi, noYoshuwa, unyana kaNun; ngokuba bekuzalisile ukumlandela uYehova bona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ingenguKalebhi unyana kaYefune, umKeni, noYoshuwa, unyana kaNun; ngokuba babekufunge uYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Esi sifungo ke sabandakanya bonke ngaphandle kukaKalebhi unyana kaJefune umKeni, noYoshuwa unyana kaNune. Kaloku bona bakholosa ngoNdikhoyo.