Numbers 32:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanti ukuba aniyi kwenje njalo, bona ke, nonile ngakuye uyehova: kodwa yazini isono senu ukuba sonifumana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ukuba anithanga nenjenjalo, yabonani, noba nonile kuYehova, nazi ukuba isono senu siya kunifumana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ukuba aniyenzi loo nto, yabonani, noba nonile kuYehova; kwaye uqiniseke ukuba isono sakho sikufumene.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke ukuba anisifezekisanga esi sithembiso, ze nazi ukuba nimonile uNdikhoyo, ibe ke sona isono senu siya kuba yinto kuni.