Numbers 32:30 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba aluyi kuwela luxo̔bile nani, lwozuza imfuyo pakati kwenu elizweni le‐Kanane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ukuba abathanga bawele bexhobile nani, boba nelifa phakathi kwenu ezweni lakwaKanan.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ukuba abathanga bawele bexhobile nani, bohlala phakathi kwenu ezweni lakwaKanan.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke ukuba akayiwelanga iJordan aya kulwa kunye nani, isabelo sawo osifumana kwelaseKanana kunye nani.”