Numbers 32:41 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo u‐Yahire, unyana ka‐Manase, waya wabamba imizi yabo, wayibiza ngokuti yi‐Havote‐yahire.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYahire unyana kaManase waya wazithimba iilali zakhona, wathi yiHavoti-yahire.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYayire unyana kaManase waya wayithimba imizana yakhe, wayibiza ngokuba yiHavoti-yahire.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJayire wendlu kaManase wahlasela iidolophana ezithile, waza wazithatha wazibiza ngokuba ziidolophana zikaJayire.